Sandisiwe Mpahleni

Advertismentspot_img

Imbizo ka Sodolophu wase Ngqushwa yenze umtsalane

Obebhala ngu : Amanda Mekuto Umasipala wase Ngqushwa ebebambe imbizo ka Sodolophu (Mayoral Imbizo) ethe yanomtsalane, kunikezelwa ngezipho zokusebenza kooSomashishini, ntoleyo yenze iNcumisa Community Hall yagcwala yama ngembambo ingamayeyeye. Umasipala wase Ngqushwa ebenesihikahika somnyadala...

AMAPOLISA EMPUMA KAPA AKHUPHE INGXELO MALUNGA NESIQHUSHUMBISI EBEKUVAKALA UKUBA SIKWINQWELO MOYA KU-GOMPO

Obe bhala ngu Siya Stofile I-South African Police Service (SAPS) eMpuma Kapa inisekisile ukuba isoyikiso sebhombu esibandakanya inqwelo-moya yorhwebo kwisikhululo seenqwelo-moya sika-King Phalo ngoLwesithathu, umhla wamashumi amabini ananye ku-Okthobha 2026, siphandwe kwaye safunyaniswa...

UVELE KWINKUNDLA KAMANTYI YASEPITOLI U SULIMAN CARRIM

Obebhala ngu Siya Stofile Usomashishini oneminyaka engama-49 ubudala ubanjwe liQela eliSebenza ngeZindululo zeKomishoni (CRTT) ngoLwesine ngokuhlwa, kanye ngaphambi kokuba akhwele inqwelo-moya eya e-UAE. UCarrim unxulunyaniswa norhwaphilizo kunye nezenzo ezikrokrisayo kunye noVusimuzi 'Cat' Matlala. Uye wazama...

UMKOMISHINALA WESITHILI USAMKELE ISIGWEBO SEMINYAKA ELISHUMI ELINESIBHOZO NKWITYALA LOKUBULALA

Obebhala ngu Siya Stofile UMkomishinala weSithili saseSarah Baartman, uMajor General Thandiswa Kupiso, ugxeke ngamandla izenzo zobundlobongela ezenziwe ngumbulali ogwetyelwe ukubulala, ngelixa esamkela isigwebo esinzima esinikezwe yiNkundla yeSithili sase-Alexandria. Esi sigwebo, esakhutshwa ngomhla weshumi elinesixhenxe...

IKliniki yase Glenmore eNgqushwa ityekeza iziyobisi

Bekunyakazela amaPolisa, abantwana bezikolo, OoNontlalontle, NPO’s, OoNyawontle nabahlali base Glenmore ngoLwesithathu, kulunyukiswa ulutsha ngobungozi beziyobisi KwiHolo lase Glenmore. Ithi phantsi ngeziyobisi iKliniki yase Glenmore yade yafikelela ekubambeni isihikahika sendibano kwi holo lase Glenmore...

EASTERN CAPE BUILDS ON TRI-PROVINCE TOURISM PARTNERSHIP TO GROW THE SECTOR

The Eastern Cape has reaffirmed its commitment to strengthening tourism cooperation with the Free State and Northern Cape, following the Tri-Province Tourism Month Launch held in Colesberg on 31 August 2026. The initiative...

Sandisiwe Mpahleni

Advertismentspot_img